Ecclesiastes 8:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nakuba umoni enza okukohlakeleyo kalikulu, ahlaliswe kade, sendiyazi noko, ukuba kwoba kulungile kwabo bamoyikayo utixo, aboyikayo ebusweni bake:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nakubeni umoni esenza okubi izihlandlo ezilikhulu, ayolule imihla yakhe, noko ndiyazi ukuba kuya kulunga kwabamoyikayo uThixo, kwaboyikayo ebusweni bakhe;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwanokuba umoni enze okubi izihlandlo ezilikhulu, yolule imihla yakhe, noko ndiyazi ukuba kuya kuba kuhle kwabamoyikayo uThixo, nabamoyikayo kakuhle;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nakuba isikhohlakali singona nakalikhulu, siphile ixesha elide, noko ndiyazi ukuba izinto ziya kuhamba kakuhle kwabo bamoyikayo uThixo, abo bamhlonelayo.