Ecclesiastes 8:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngokokuba ilizwi lokumkani linamandla; kanjalo ngubanina oya kuti kuye: Kuyinto nina ukwenzayo?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ekubeni ilizwi lokumkani linegunya, ngubani na onokuthi kuye, Wenza ntoni na?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Apho ilizwi lokumkani linegunya; ngubani na onokuthi kuye, Wenza ntoni na?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ekubeni ilizwi lokumkani litshatshele akukho bani unokuthi kuye: “Yintoni le uyenzayo?”