Ecclesiastes 8:6 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngokuba kuyo yonke imicimbi kuko ixesha nokugweba; ngokuba ububi bomntu bunzima pezu kwake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ngokuba yonke imicimbi inexesha nesigwebo; ngokuba ububi bomntu buba buninzi phezu kwakhe;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba yonke into inexesha layo nesigwebo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku yonke into inexesha layo nendlela emayenziwe ngayo; kambe buninzi ububi obunokumhlela umntu –