Ecclesiastes 8:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba engakwazi oko okuya kubako; ngokuba ngubanina ongamxelelayo ukuba kwobako ninina?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ngokuba engayazi into eya kubakho. Ngokuba ngubani na onokumxelela njengoko kuya kuba njalo?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba engayazi into eya kubakho; ngokuba ngubani na onokumxelela ukuba kuya kuba nini na?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
akazi ukuba kuya kwenzeka ntoni. Kakade ngubani onokuxela okuya kubakho?