Ecclesiastes 9:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Konke sikufumanayo ukukwenza isandla sako, ukwenze ngamandla ako; ngokuba kungeko msebenzi, naqinga, nakwazi, nabulumko, ehadesi, apo uya kona.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yonke into esiyifumanayo isandla sakho ukuba siyenze, yenze ngamandla akho; ngokuba akukho kwenza, nakucinga, nakwazi, nakulumka kwelabafileyo, apho uya khona wena.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Konke esikufumanayo ukuba sikwenze isandla sakho kwenze ngamandla akho; ngokuba akusekho kwenza, nakucinga, nakwazi, nakulumka kwelabafileyo, apho uya khona wena.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nawuphi na umsebenzi owubambileyo ngezandla zakho wenze ngamandla akho onke; kuba kaloku akwenziwa nto, akucingwa, kungekho lwazi nabulumko engcwabeni, apho wena uya khona.