Ecclesiastes 9:16 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndati ngoko: Ubulumko bulungile pezu kwamandla; noko ke ubulumko behlwempu buyadelwa, namazwi alo akaviwa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndathi ke mna, Bulunge ubulumko ngaphezu kobugorha; kodwa ubulumko beli hlwempu budelekile, namazwi alo akaviwa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndathi ke mna, Bulunge ubulumko ngaphezu kobugorha; ukanti ubulumko besisweli budelekile, namazwi alo akaviwa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndaza ndathi ke mna: “Ubulumko bubhetele kunamandla.” Kambe ke ubulumko behlwempu budeliwe, namazwi alo akakhathalelwe.