Ecclesiastes 9:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngokuba ngubanina lowo uketiweyo? Kubo bonke abahleliyo kuko itemba; ngokuba inja ehleliyo ilungile pezu kwengonyama efileyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba kosukuba ehlonyelwa kwabasadla ubomi, kusekho ithemba; ngokuba inja esaphilileyo ilunge ngaphezu kwengonyama efileyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba kukho ithemba kulowo unamathela kubo bonke abaphilayo, ekubeni inja ephilayo ilunge ngakumbi kunengonyama efileyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Lowo usaphilayo usenethemba; kaloku nenja esaphilayo ibhetele kunengonyama efileyo.