Ecclesiastes 9:7 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Hamba, yitya isonka sako ngovuyo, usele iveyine yako ngentliziyo ecwayitileyo; ngokuba kukade utixo ekolele izenzo zako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yiya udle isonka sakho unovuyo, usele iwayini yakho unentliziyo echwayithileyo; ngokuba sekukade ekholisiwe uThixo zizenzo zakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yiya udle isonka sakho unovuyo, usele iwayini yakho unentliziyo echwayithileyo; ngokuba ngoku ekholisiwe uThixo imisebenzi yakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Hayi ke, yitya isonka sakho wonwabile, usele iwayini yakho uchwayitile entliziyweni, kuba ngoku lithuba elikholekileyo kuThixo lokuba wenze oko.