Ephesians 1:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngalo ulwabo lwenzaliseko yamaxesha, kuze kubuye kuhlanganiselwe ndawonye zonke izinto kuye u‐Kristu, nezo zisezulwini nezo zisemhlabeni, kwa kuye yena;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ebhekise ekuhleleni aya kuhlela ngako, akuzaliseka amaxesha, ukuba azihlanganisele zonke izinto kuye uKristu, ezisemazulwini kwanezisemhlabeni;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
ukuze ngexesha lokuzaliseka kwamaxesha, azihlanganisele zonke izinto kuye uKristu, ezisemazulwini kwanezisemhlabeni; nakuye:
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Eli cebo lithwasisa ukufezekiswa kwamaxesha ngenjongo yokubandakanya kuKrestu zonke izinto, ezisezulwini nezisemhlabeni.