Ephesians 1:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ekukuye kanjalo sazuziswa ilifa, simiselwe pambili nje ngokwemvume yake ozenzayo zonke izinto ngokwecebo lentando yake;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ewe, kuye lo sithe sikuye sadla ilifa; simisiwe ngenxa engaphambili ngokwengqibo yozisebenzayo zonke ezo nto ngokwecebo lokuthanda kwakhe;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Esathi kuye nathi sazuza ilifa, simiselwe ngenxa engaphambili ngokwengqibo yozisebenzayo zonke ezo nto ngokwecebo lokuthanda kwakhe;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngenene sifumene isabelo selifa lethu ngokumanywa noKrestu. UThixo owenza zonke izinto ngokwezigqibo necebo lakhe wasinyulela elo lifa kwantlandlolo.