Ephesians 1:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ukuze tina sibe ngenxa yokudunyiswa kwobungcwalisa bake, tina ke esitembileyo pambili kuye u‐Kristu:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ukuze sibe ngabokudumisa uzuko lwakhe, thina aba sathi ngenxa engaphambili sathembela kuye uKristu;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
ukuze sibe ngabokudumisa uzuko lwakhe, thina aba sathembela kuKristu kuqala;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kuba kaloku yintando yakhe ukuba kuthi ngenxa yethu, thina sathembela kuKrestu kuqala, kuvakaliswe indumiso yesidima sakhe.