Ephesians 1:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
osisibambiselo selifa letu, kube kukukululwa kwemfuyo yake etengiweyo, kube kukudunyiswa kwobungcwalisa bake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
osisinyaniso selifa lethu, ukude kugqibelele ukukhululeka ngentlawulelo kwabo baziinqobo kuye, ukuba kudunyiswe uzuko lwakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
osisinyaniso selifa lethu, ukude kugqibelele ukukhululeka ngentlawulelo kwabo baziinqobo kuye, ukuba kudunyiswe uzuko lwakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Lo Moya ke usisiqinisekiso selifa lethu esiya kulifumana lakufika ixesha lenkululeko yemilowo yakhe, ukuze kubongwe kudunyiswe isidima nesithozela sikaThixo!