Ephesians 1:19 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
nento buyiyo ubukulu obudluliseleyo bamandla ake ngakuti tina sikolwayo, ngokwokusebenza kwamandla obomelelo bake,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
nento obuyiyo ubukhulu obuncamisileyo bamandla akhe abhekisele kuthi, thina bakholwayo, angokokusebenza kokuqinisela kokomelela kwakhe,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
nokuba buyintoni na ubukhulu bamandla akhe kuthi bakholwayo, ngokokusebenza kwamandla akhe amakhulu;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
nikuve ukongama kwawo amandla akhe ngakuthi, thina bathembele kuye. La mandla ikwangalawa