Ephesians 1:22 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
wabeka pantsi zonke izinto ngapantsi kwenyawo zake; wamnika abe yintloko pezu kwezinto zonke kwiṙemente,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waza izinto zonke wazithobela phantsi kweenyawo zakhe, wammisa ukuba abe yintloko phezu kweento zonke kulo ibandla,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waza izinto zonke wazithobela phantsi kweenyawo zakhe, wammisa ukuba abe yintloko yezinto zonke kulo ibandla.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Izinto zonke uThixo uzibeke phantsi kolawulo lukaKrestu, waza wammisela wayintloko yezinto zonke ebandleni.