Ephesians 1:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
njengokuba wasiqashayo kuye lingekamiswa ilizwe, ukuba sibe singcwele simsulwa pambi kwake elutandweni;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
njengokuba wathi, ngaphambi kokusekwa kwehlabathi, wasinyulela kuye, ukuba sibe ngcwele, singabi nasiphako phambi kwakhe;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
njengokuba wathi, ngaphambi kokusekwa kwehlabathi, wasinyulela kuye, ukuba sibe ngcwele, singabi nakusoleka phambi kwakhe;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UThixo wasinyula ngoKrestu kwangaphambi kokusekwa kwehlabathi, ukuze sibe ngabantu bakhe abangenasiphako ngenxa yothando.