Ephesians 2:17 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
waza weza washumayela uxolo kuni enibe nikude, nakubo abo babekufupi:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Weza ke washumayela iindaba ezilungileyo zoxolo kuni abo bakude, nakwabakufuphi;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Weza ke washumayela iindaba ezilungileyo zoxolo kuni abo bakude, nakwabakufuphi;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke weza washumayela iindaba ezimnandi zoxolo, kuni nina babekade bekude, nakwabo bebekufutshane kakade.