Ephesians 3:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngokwemvume yasemaxesheni akudala, leyo wayenzayo ku‐Kristu Yesu inkosi yetu;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ngokokwengqibo yakhe yasemaphakadeni, awayenzayo kuKristu Yesu, iNkosi yethu;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
ngokwengqibo yaphakade, awayenzayo ngoKristu Yesu, iNkosi yethu;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Le nto uThixo wayenza ngokwenjongo yakhe engunaphakade awayimisa ngoYesu Krestu iNkosi yethu.