Ephesians 3:16 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ukuba ati ngokwobutyebi bobungcwalisa bake, aninike ukwomelezelwa ngamandla ngaye umoya wake kowapakati umntu,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ukuba aninike, ngokobutyebi bozuko lwakhe, ukomelezwa ngamandla ngaye uMoya wakhe, ngokusingisele emntwini ongaphakathi;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
ukuze aninike, ngokobutyebi bozuko lwakhe, ukomelezwa ngamandla ngaye uMoya wakhe, ngokusingisele emntwini ongaphakathi;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndiyambongoza ukuba ngobubele bakhe uSosidima anomeleze imo yenu entsha ngoMoya wakhe,