Ephesians 3:18 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ukuze ke nikolise ukuba namandla ukuqiqa, kunye nabo bonke abangcwele, ukuba buyinto nina ububanzi, nobude, nobunzulu, nobupakamo, —
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ukuze nithi, ndawonye nabo bonke abangcwele, nibe nako kanye ukubuqiqa into obuyiyo ububanzi, nobude, nobunzulu, nokuphakama kwalo,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
ninako ke ukubuqiqa into obuyiyo ububanzi, nobude, nobunzulu, nokuphakama;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nanga nina nosapho lukaThixo xa lulonke, ningalunakana ukuba lungakanani na ububanzi balo, lungakanani na ubude balo, kukwangakanani na ukuphakama kwalo nokuba nzulu kwalo uthando lukaKrestu,