Ephesians 3:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ebite kwizimbi izizukulwana ayaziswa konyana babantu, njengoko ityiliweyo kaloku kubapostile bake abangcwele nabaprofite ngomoya;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ababengathanga kuzimbi izizukulwana bayaziswe oonyana babantu, njengoko bayityhilelweyo ngoku abapostile bakhe abangcwele, nabaprofeti bakhe, ngaye uMoya;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
ababengathanga kuzimbi izizukulwana bayaziswe oonyana babantu, njengoko bayityhilelweyo ngoku abapostile bakhe abangcwele, nabaprofeti bakhe, ngaye uMoya;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwizizukulwana ezingaphambili abantu abazange balwaziswe olu daba. Kodwa ngoku uThixo ulutyhilile ngaye uMoya oyiNgcwele, kubo *abathunywa *nabashumayeli bakhe.