Ephesians 3:6 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
yokuba abaheyideni bazindlalifa kunye, nabomzimba okwa mnye, nababelwane bedinga lake, kuye u‐Kristu, ngayo ivangeli;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
eyokuba iintlanga ziziindlalifa nathi, zikwamzimba mnye nathi, zingamahlulelana nathi ngedinga lakhe, sikuye nje uKristu ngazo iindaba ezilungileyo,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
ukuze iintlanga zibe ziindlalifa kunye naye, zibe zimzimba mnye, zibe ngamadlelane ngedinga lakhe elikuKristu, ngazo iindaba ezilungileyo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Olu daba ke lolokuba iintlanga ziziindlamafa ndawonye namaJuda, zibandakanywe nawo. Bonke bayimbumba yamanyama. Nazo ziyabuxhamla ubuncwane bezithembiso zikaThixo ezenziwa kuYesu Krestu.