Ephesians 4:17 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
OKU ke ndiyakutsho, ndikunqi̔ne enkosini, ukuba ningabi sahamba njengokuba besenje njalo nabanye abaheyideni ukuhamba, ekumateni kwoluvo lwabo,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke ngoko, oku ndiyakuthetha ndikungqine ndiseNkosini, ukuthi, maningabi sahamba njengoko zihamba ngako nezinye iintlanga, ngamampunge engqiqo yazo,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke ngoko, oku ndiyakutsho, ndikungqinela ngokwaseNkosini, ukuba ningabi sahamba njengoko zihamba ngako ezinye iintlanga, ngamampunge engqiqo yazo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke ndiyanibongoza ndinilumkisa egameni leNkosi. Yahlukanani nokuziphatha ngokwabahedeni abangqiqo ziphuthileyo,