Ephesians 4:25 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako oko, senibeka nxamnye nje ubuxoki, tetani inyaniso nonke ngabanye nommelwane wenu; kuba singamalungu omnye nomnye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kungoko ke ndithi, lahlani ubuxoki, thethani inyaniso elowo nommelwane wakhe; ngokuba singamalungu, omnye elelomnye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kungoko ke ndithi, lahlani ubuxoki, thethani inyaniso elowo nommelwane wakhe; ngokuba singamalungu, omnye elelomnye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke musani ukuba saxoka! Elowo makathethe inyaniso nowabo,kuba xa sisonke singamalungu omzimba kaKrestu.