Ephesians 4:28 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Oba̔yo makangabi seba̔: kodwa ngokukumbi makasebenze, esenza oko kulungileyo ngezandla zake, ukuze abe nako ukwabela lowo unokuswela.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Lowo ubayo makangabi seba; kanye ke makabulaleke esebenza okulungileyo ngezandla zakhe, ukuze abe nako ukwabela osweleyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Lowo ubayo makangabi seba; kanye ke makabulaleke esebenza okulungileyo ngezandla zakhe, ukuze abe nako ukwabela osweleyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umntu obekade elisela makahlukane nokuba. Ndaweni yaloo nto makasebenze enyanisekile, azixhase, abe nako nokunceda abahlelelekileyo.