Ephesians 4:6 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
utixo noyise wabo bonke emnye, opezu kwabo bonke, nangabo bonke, nakuni nonke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
mnye uThixo, uYise wabo bonke, ophezu kwabo bonke, okubo bonke, ophakathi kwenu nonke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Mnye uThixo, uYise wabo bonke, ophezu kwabo bonke, okubo bonke, ophakathi kwenu nonke.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kanti ukwamnye noThixo onguYise woluntu luphela, olawula izinto zonke, esebenza ngezinto zonke, ekwakho kwiinto zonke.