Ephesians 4:8 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako oko uti: Akunyukela enyangweni, watimba amatinjwa, wanika izipiwo ebantwini. (
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kungoko athi, Enyuke waya enyangweni, wathimba intimbo, Wabapha izipho abantu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kungoko athi, Enyuke waya enyangweni, wathimba intimbo, Wabapha izipho abantu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yiyo ke le nto *iziBhalo zithi: “Unyukele ezulwini eqhuba abathinjwa, waza wabela abantu izipho.”