Ephesians 4:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku lento yokuti wenyuka, yinto nina ke kupela ukuba wati kanjalo matanci wehlela ezindaweni zapantsi zomhlaba?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Oko ke kuthi, wenyuka, kuyintoni na, kungekwakukuthi, wehla nokuhla kuqala, waya kwezona ziseza ntsi iindawo zomhlaba?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Oko ke kuthi, wenyuka, kuyintoni na, kungekwakukuthi, wehla nokuhla kuqala, waya kwezona zisezantsi iindawo zomhlaba?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kuthetha ukuthini ke ukuthi unyukile? Kuthetha ukuthi wehla kuqala waya emathunjini omhlaba.