Ephesians 5:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa zonke ezi zinto zakuba zisohlwayiwa, ziyabonakaliswa kuko ukukanya: ngokuba konke okubonakalisayo kukukukanya.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke zonke ezi zinto, zakohlwaywa, ziyabonakalaliswa kukukhanya; kuba konke okubonakalaliswayo kukukhanya.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke zonke ezi zinto, zakohlwaywa, ziyabonakalaliswa kukukhanya; kuba konke okubonakalaliswayo kukukhanya.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa ke xa zisekukhanyeni zonke izinto, ziyacaca into eziyiyo;