Ephesians 5:15 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Lumkani ngoko ukuba niti nina ukuhamba ngokuku̔tala, kungabi njengabangalumkileyo, kube njengabalumkileyo,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Khangelani ngoko, ukuba ningathini na, ukuze kucokiseke ukuhamba kwenu; ningabi njengabaswele ubulumko, yibani njengezilumko;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Khangelani ngoko, ukuba ningathini na, ukuze kucokiseke ukuhamba kwenu; ningabi njengabaswele ubulumko, yibani njengezilumko;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke yigqaleni indlela eniziphatha ngayo. Yibani ngabantu abanengqondo; musani ukuba ziziyatha.