Ephesians 5:16 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
nizitengela ituba nje, kuba imihla mibi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
nizongela ixesha eli, ngokuba le mihla ayindawo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
nizongela ixesha eli, ngokuba le mihla ayindawo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Eli thuba ninalo lisebenziseni kakuhle, kuba akho amaxesha amabi.