Ephesians 5:28 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokunjalo amadoda afanelwa kukutanda abawo abafazi, njengeyawo imizimba. Otandayo owake umfazi, uyazitanda yena.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngoko amelwe amadoda ukubathanda abawo abafazi, njengokuba beyimizimba yawo. Lowo umthandayo umkakhe, uyazithanda;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngoko amelwe amadoda ukubathanda abawo abafazi, njengokuba beyimizimba yawo. Lowo umthandayo umkakhe, uyazithanda;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke amadoda afanele ukuba nebhongo lokubathanda abafazi bawo, kanye ngale ndlela azithanda ngayo iziqu zawo. Indoda emthandayo umfazi wayo iyazithanda.