Ephesians 5:29 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba kungeko mntu owaka watiya eyake inyama; uti ayondle, ayonge, njengokuba nayo inkosi isenzela njalo iṙemente:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kuba akukho namnye wakha wayithiya eyakhe inyama; usuka ayondle, ayigcine, njengokuba nayo iNkosi ilenjenjalo ibandla.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
kuba akukho namnye wakha wayithiya eyakhe inyama; usuka ayondle, ayigcine, njengokuba nayo iNkosi ilenjenjalo ibandla.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
(Akakho umntu ongazithandiyo, endaweni yaloo nto uyazondla azixhase, kanye njengokuba noKrestu elilungiselela ibandla.