Ephesians 5:9 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngokuba isiqa̔mo somoya sikuko konke ukulunga, nobulungisa, nenyaniso,)
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba sona isiqhamo soMoya sikuko konke ukulunga, nobulungisa, nenyaniso;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
(Kuba sona isiqhamo soMoya sikuko konke ukulunga, nobulungisa, nenyaniso;)
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku apho kukhoyo ukukhanya, kulapho kuntshula khona konke ukulunga, nabo bonke ubulungisa, nenyaniso.