Ephesians 6:2 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Beka uyihlo nonyoko, (oti lo ungumyalelo wokuqala unedinga,)
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Beka uyihlo nonyoko; wona lowo ngumthetho wokuqala onedinga;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Beka uyihlo nonyoko; wona lowo ngumthetho wokuqala onedinga;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Beka uyihlo nonyoko.” Lo ngumyalelo wokuqala onesithembiso esithi: