Ephesians 6:20 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
enditi ngenxa yayo ndisisitunywa emxokelelwaneni; ukuba kuyo nditete ngokukalipa, njengoko ndifanele ukuteta ngako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ekungenxa yazo endisisigidimi esisezintanjeni; ukuze ndingafihlisi ukuthetha kuzo, njengoko ndimelwe kukuthetha ngako.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
endisisigidimi ngenxa yazo ndisezintanjeni; ukuze ndithethe ngako ukungafihlisi, njengoko ndimelwe kukuthetha ngako.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Mna ndingunozakuzaku obanjiweyo ngenxa yazo. Ndithandazeleni ukuze ndithethe ngesibindi, njengoko kufuneka ndenjenjalo kakade.