Ephesians 6:21 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa ukuze nizazi nani indawo zam, ukuba kunjanina ukuhlala kwam, uya kunazisa zonke izinto u‐Tikikusi, ongumzalwana otandiweyo nomkonzi onyanisekileyo enkosini;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku, ukuze nani nikwazi okukokwam, ukuba ndinjani na, wonazisa konke uTikiko, umzalwana oyintanda, umlungiseleli othembekileyo ngokwaseNkosini;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku, ukuze nani nikwazi okukokwam, ukuba ndinjani na, wonazisa konke uTikiko, umzalwana oyintanda, umlungiseleli othembekileyo ngokwaseNkosini;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Njengoko kuyimfanelo ukuba nive ngemeko nempilo yam, uTikiko uya kunazisa ngazo zonke ezo ndaba. Yena nguwethu othandekayo, isicaka esithembekileyo emsebenzini weNkosi.