Esther 1:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa ukumkanikazi u‐Vashiti wala ukuza ngelizwi lokumkani o walitumayo ngababusi abo: waza ukumkani waqumba kakulu, nomsindo wake wausitsha pakati kwake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Akavumanga ukumkanikazi uVashti ukuza ngelizwi lokumkani ngababusi abo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Akavumanga ukumkanikazi uVashti ukuza ngelizwi lokumkani ngabakhonzi bakhe; ke ngoko, ukumkani waba nomsindo kakhulu, waza wavutha umsindo wakhe ngaphakathi kwakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kambe ke amaphakathi lawo athe akuwudlulisa loo myalelo kakumkani, suka ukumkanikazi uVashiti wala ukuza. Hayi ke, yeka ukuvutha kukakumkani ngumsindo.