Esther 1:22 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngokuba wazituma incwadi kuwo onke amazwana okumkani, kwizwana ngezwana ngokuba̔la kwalo, nakwabantu ngabantu ngenteto yabo, zokuba onke amadoda abe nobukosi ezindlwini zawo, atete ngenteto yabantu bakowawo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathumela iincwadi emazweni onke kakumkani, kwilizwe ngelizwe, njengokubhala kwalo, kwizizwe ngezizwe ngokweentetho zazo, okokuba amadoda onke alawule ezindlwini zawo, athethe ngentetho yakowawo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathumela iincwadi emazweni onke kakumkani, kwisithili ngasinye ngokweencwadi zaso, kwisizwe ngasinye ngokweentetho zaso, ukuba silawule elowo endlwini yakhe, ukuba abonakale ngokwentetho yaso wonke umntu umntu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathumela iincwadi kuzo zonke iindawo eziphantsi kokumkani, incwadi nganye ibhalwe ngolwimi nendlela yokubhala yephondo ngalinye, esithi yonke indoda mayibe ngumlawuli endlwini yayo, ithethe ngokubona kwayo.