Esther 1:4 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
akubonakalisa ubutyebi bobungewalisa bobukumkani bake, nenkazimlo yobungangamsha bobukulu bake, imihla emininzi, imihla elikulu linamashumi asibozo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
akubon ukuba ubonisa abantu ubutyebi obuzukileyo bobukumkani bakhe, nesihombo esinqabileyo sobukhulu bakhe imihla emininzi, imihla elikhulu elinamanci asibhozo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ekubonakaliseni kwakhe ubutyebi obuzukileyo bobukumkani bakhe, nobuqaqawuli bobungangamsha bobuhle bakhe imihla emininzi, eziintsuku ezilikhulu elinamanci asibhozo anesibini.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yaba ziintsuku ezininzi ezilikhulu elinamashumi asibhozo esenza umboniso ngaloo ntaphane yobutyebi bombuso wakhe kunye nobukhazikhazi bobungangamsha nobuhandiba bakhe.