Esther 2:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku u‐Modekai wahamba imihla yonke pambi kwebala lendlu yamankazana, ukuze akwazi ukupila kuka‐Esetere, nento aya kwenzelwa yona.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UMordekayi waye mana ukuhamba imihla ngemihla yonke phambi kwentendelezo yendlu yabafazi, ukuba akwazi ukuphila kukaEstere, nokwenziwayo kuye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uMordekayi wayemana ukuhamba imihla ngemihla yonke phambi kwentendelezo yendlu yabafazi, ukuba abone ukuphila kukaEstere, noko kuya kwenzeka kuye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Mihla le uModekayi wayesoloko ehamba-hamba apho ngakuloo nkundla, eze kuqonda ukuba kuqhubeka ntoni na ngoEstere.