Esther 2:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
yandula oko intombi leyo yangena kukumkani: konke ebikucela yanikwa kuyo, kupume nayo endlwini yamankazana kuye endlwini yokumkani.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ngelo xesha ke ibe isithi intombi ukuya kukumkani, kuthi konke ebikunqwenela ikunikwe, ihambe nako, iphuma endlwini yabafazi ukuya endlwini yokumkani.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Zeza ngolo hlobo ke zonke iintombi kukumkani; yonke into ayifunayo wanikwa ukuba ihambe naye, isuke endlwini yabafazi, iye endlwini yokumkani.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Lo mcimbi ke wawuqhutywa ngolu hlobo ukuze intombi leyo isiwe kukumkani: nantoni na eyifunayo yayiyinikwa, iyithathe apho kwelo cala lababhinqileyo, iye nayo kwibhotwe likakumkani.