Esther 2:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaye kuko e‐Shushane komkulu indoda engum‐Juda, egama lingu‐Modekai, unyana ka‐Yahire, unyana kaShimehi, unyana ka‐Kishe, um‐Benjamine;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwakukho ke eShushan komkhulu indoda engumYuda, egama linguMordekayi, unyana kaYahire, unyana kaShimehi, unyana kaKishe, indoda engumBhenjamin;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku kwakukho indoda engumYuda eShushan komkhulu, egama linguMordekayi, unyana kaYayiro, unyana kaShimehi, unyana kaKishe, umBhenjamin;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku apho komkhulu eSusa kwakukho umJuda wendlu kaBhenjamin ogama linguModekayi unyana kaJayire, kaShimeyi, kaKishe.