Esther 2:6 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ebifudusiwe e‐Yerusaleme kunye nabatinjwa abebefudusiwe no‐Yekoniya ukumkani wo‐Juda, lowo u‐Nebukanetsare ukumkani wase‐Babilone wamfudusayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
eyayithinjiwe eYerusalem nabathinjwa, ababethinjwe noYekoniya ukumkani wakwaYuda, owathinjwa nguNebhukadenetsare, ukumkani waseBhabheli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
owayethatyathelwe ekuthinjweni eYerusalem nabathinjwa uYekoniya, ukumkani wakwaYuda, lowo uNebhukadenetsare ukumkani waseBhabhiloni wabathabatha waya ekuthinjweni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yena ke wathinjwa ngukumkani uNebhukadenezare eJerusalem waya naye eBhabheli engomnye wâbo babethinjwe noJoyakin ukumkani wakwaJuda.