Esther 3:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza ukumkani watula umsesane wake esandleni sake, wawunika ku‐Hamani, unyana ka‐Medata, um‐Hagagi, utshaba lwama‐Juda.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukumkani wawukhulula umsesane wakhe esandleni sakhe, wawunika uHaman unyana kaHamedata, umAgagi, umbandezeli wamaYuda.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukumkani wawukhulula umsesane wakhe esandleni sakhe, wawunika uHaman, unyana kaHadete, umAgagi, umbandezeli wamaYuda.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke ukumkani wakhupha umsesane wakhe emnweni, wawunika uHaman unyana kaHamedata um-Agagi owayelutshaba lwamaJuda.