Esther 3:11 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti ukumkani ku‐Hamani: Upiwe isilivere leyo, nabantu abo, uze wenze ngabo njengokulungileyo emehlweni ako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi ukumkani kuHaman, Uyinikiwe isilivere leyo, nabantu abo; makwenziwe kubo ngoko kulungileyo emehlweni akho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi ukumkani kuHaman, Unikiwe isilivere, wena nabantu; yenza kubo ngokokuthanda kwakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukumkani wathi kuHaman: “Yeyakho kaloku imali leyo; yenza ngokubona kwakho mayela nolu hlanga.”