Esther 4:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza u‐Modekai wati ukupendula ku‐Esetere: Ningabi pakati kwako uya kusinda wena endlwini yokumkani, ngapezu kwawo onke ama‐Juda.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uMordekayi ukumphendula uEstere, Musa ukuthi emphefumlweni wakho, uya kusinda wena endlwini yokumkani ngaphezu kwamaYuda onke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngoko uMordekayi wayalela ukuba impendulo inikwe uEstere: “Musa ukuzixelela ukuba uya kusinda wena endlwini yokumkani ngaphezu kwamaYuda onke.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
wabayalela ukuba bamphendule uEstere bathi: “Uze ungazikhohlisi ngokuthi kuba wena ulapho endlwini kakumkani, nguwe wedwa oya kusinda kumaJuda xa ewonke.