Esther 5:3 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti ukumkani kuye: Ufuna nto nina, kumkanikazi Esetere? siyinto nina isikungo sako? sonikwa kuwe nakude kube sisiqingata sobukumkani.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi ukumkani kuye, Unandawoni na, kumkanikazi Estere?Ufuna ntoni na? woyinikwa kude kube sesiqingatheni sobukumkani.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uYehova kuye, Ufuna ntoni na, kumkanikazi Estere? siyintoni na isicelo sakho? uya kunikwa isiqingatha sobukumkani.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukumkani ke wathi kuye: “Ngaba ufuna ntoni, kumkanikazi Estere? Uze kucela ntoni? Nantoni na oyifunayo woyinikwa, kude kuthi xhaxhe ngesiqingatha sombuso wam.”