Esther 6:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngobobusuku ukumkani wemkelwa bubutongo; waza waxela ukuba kuziswe incwadi yezikumbuzelo, e yemicimbi yemihla ngemihla, eyabileseshwa ebusweni bokumkani.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngobo busuku, bemka ababakho ubuthongo kukumkani; wathi maziziswe iincwadi zezikhumbuzo zemicimbi yemihla; zamana zileswa phambi kokumkani.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngobo busuku, ukumkani walala ubuthongo, waza wayalela ukuba kuziswe incwadi; zaleswa phambi kokumkani.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku ngobo busuku ukumkani waphuthelwa, waza ke wathi makuziswe incwadi yeembali zeengcombolo zolawulo lwakhe. Yeziswa ke, yafundwa esiva ukumkani.