Esther 6:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti ukumkani: Yiyipina imbeko nobukulu obenziweyo ku‐Modekai ngenxa yoku? Zaza izicaka zokumkani, ezakonza kuye, zati: Akwenziwanga nto kuye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi ukumkani, Wenzelwe mbekoni na, nabukhulu buni na uMordekayi ngenxa yoko? Athi amadodana akwakumkani, abelungiselela kuye, Akenzelwanga nto.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uYehova, Wenze mbekoni na, nabukhulu buni na uMordekayi? Bathi abakhonzi bokumkani ababelungiselela kuye, akenziwanga nto.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukumkani wabuza wathi: “Yeyiphi imbeko newonga uModekayi alenzelweyo ngenxa yesi senzo?” Izicaka zikakumkani ezazimlungiselela zathi: “Zange enzelwe nto.”