Esther 8:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Isitsho sesiba̔lo besisesokuba kunikwe umteto kuwo onke amazwana ngamanye, utyileka kubo bonke abantu; nokuba ama‐Juda abe elungile ngomhla lowo, ukuze azipindezelele ezintshabeni zawo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Incwadi leyo, ukuze awiselwe umthetho onke amazwe ngamazwe, yathunyelwa kwizizwe zonke, ukuze amaYuda ahlale selezilungiselele loo mhla, ukuziphindezelela ezintshabeni zawo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ikopi yomthetho eyayiza kunikwa iphondo ngalinye yaziswa kuzo zonke iintlanga, yaye amaYuda ayemele alungiselele loo mini ukuziphindezela kwiintshaba zawo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke ikopi yalo mthetho yayiza kukhutshelwa iphondo ngalinye, ibhengezwe kubantu bohlanga ngalunye, ukuze amaJuda alungele ukuziphindezela ngaloo mini kwiintshaba zawo.